paroles de chanson / Musa parole / Xolele lyrics  | ENin English

Paroles de Xolele

Interprètes MusaZama Khumalo

Paroles de la chanson Xolele par Musa lyrics officiel

Xolele est une chanson en Xhosa

Jong’apha kum
Scars bleeding behind my soul
Bendingekho ngexesha ulila
Bendingekho usiwa uvuka
Ngoku ndithi kuwe, ndixolele
Ndixolele sthandwa sam

Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele sthandwa sam
Ndikhaulele
Ndikhaulele
Ndikhaulele dali wam

Ngiyazi ngik’onile
And that’s why I’ll never ever ask you why
Kodwa ndiyakucela
Free me from these demons of mine
Fihl’ubuhlungu bam
Fihl’inhlupheko yam
Yalul’isandla sakho

Ndikhaulele
Ndikhaulele
Ndikhaulele dali wam

Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele sthandwa sam
Ndikhaulele
Ndikhaulele
Ndikhaulele dali wam

Asibuyele la sicale khona
Sikhumbul’uthando lwethu
Together as one
Uthando lwethu angeke lusa hluken’
Asibuyele la sicale khona
Sikhumbul’uthando lwethu
Together as one
Uthando lwethu angeke lusa hluken’

Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele sthandwa sam

Ndixolele
Ndixolele
Ndixolele sthandwa sam
Ndikhaulele
Ndikhaulele
Ndikhaulele dali wam

(Ndixolele) Ndixolele
(Ndixolele) Ndixolele
Ndixolele sthandwa sam (Oh Ndikhaulele)
Ndixolele (Ndixolele)
Ndikhaulele (Ndikhaulele)
Ndikhaulele dali wam

‘Xolele oh, oh
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Xolele

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Problème de connexion ?
Ouvrir un compte (gratuit)
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à gauche de la maison
2| symbole en bas de la loupe
3| symbole à droite de l'étoile
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid