paroles de chanson / Zahara parole / Indlela Yam lyrics  | ENin English

Paroles de Indlela Yam

Interprète Zahara

Paroles de la chanson Indlela Yam par Zahara lyrics officiel

Indlela Yam est une chanson en Xhosa

Ntliziyo yam igcwel' ukonwaba
Noma indlela yam ina mahla-ndenyuka
Ndiziva ndoyisakele
Kodwa ithemba lam lisekhona

Andisoze ndadaniswa
Nguwe wedwa ithemba lam
Nguwe wedwa obusisa
Indlela yam indlela yam
Andisoze ndadaniswa
Nguwe wedwa ithemba lam
Nguwe wedwa obusisa
Indlela yam indlela yam
Indlela yam indlela yam

Mphefumlo wam uyajabula
Phakathi kwam kugcwel' ukonwaba
Uvuyo lwam lufezekile
Impilo yam igcwel' ukubonga

Andisoze ndadaniswa
Nguwe wedwa ithemba lam
Nguwe wedwa obusisa
Indlela yam indlela yam
Indlela yam indlela yam
Andisoze ndadaniswa
Nguwe wedwa ithemba lam
Nguwe wedwa obusisa
Indlela yam indlela yam
Indlela yam indlela yam

Indlela yam indlela yam
Indlela yam indlela yam
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Indlela Yam

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Problème de connexion ?
Ouvrir un compte (gratuit)
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à gauche du pouce en l'air
2| symbole à gauche de la croix
3| symbole en bas de l'horloge
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid