paroles de chanson / Zahara parole / Mgodi lyrics  | ENin English

Paroles de Mgodi

Interprète Zahara

Paroles de la chanson Mgodi par Zahara lyrics officiel

Mgodi est une chanson en Xhosa

Ewe ndiyavuma ndikhubekile kwi graveli hmm
Intuthu emehlweni am
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani

Ewe ndiyavuma mmmh
Ndikhubekile mna kwi graveli
Intuthu emehlweni am hm
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani


Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani

Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi mgodi
Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi

Bendingayazi ndizosuswa ngubani
O Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Uzozibonela ngam
Uzozenzela ngam mna ndigutyungelwe
Siqhushumbisi qhushumba ngam
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani

Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi mgodi
Mgodi mgodi ndizimela ngawe
Mgodi mgodi

Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Bendingayazi ndizosuswa ngubani
Mgodi mgodi mgodi
Mgodi ndizimela ngawe
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Mgodi

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Problème de connexion ?
Ouvrir un compte (gratuit)
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole en haut du nuage
2| symbole à droite de la loupe
3| symbole à droite de la calculatrice
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid