paroles de chanson / Zahara parole / Sinda Mphefumlo lyrics  | ENin English

Paroles de Sinda Mphefumlo

Interprète Zahara

Paroles de la chanson Sinda Mphefumlo par Zahara lyrics officiel

Sinda Mphefumlo est une chanson en Xhosa

Zange ndoyika njengangoku
Zange ndatshwata njengangoku
Zange ndaziwa ngelonto apha njengangoku

Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda

Zindongameli zigigaba ngamandla
Zindiflathele ingcango ngamandla
Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda

Ndithetheleleni moya fika konakele
Ndithetheleleni moya fika konakele
Ehe sinda mphefumlo sinda
Ehe sinda mphefumlo sinda
Konakele sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda

Zange ndaziva ndililolo apha njengaloku
Zindangamel' izigigaba ngamandla
Zindiflathele ingcango ngamandla
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda

Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda
Sinda sinda mphefumlo sinda

Sinda mphefumlo sinda
Ngoba zange ndoyika njengangoku
Zange ndatshwata njengangoku
Ngoba ndithi sinda

Sinda mphefumlo sinda
Sinda mphefumlo sinda
Sinda
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Sinda Mphefumlo

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Problème de connexion ?
Ouvrir un compte (gratuit)
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à gauche de l'horloge
2| symbole en haut de l'ampoule
3| symbole en bas du cadenas
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid