paroles de chanson / Zahara parole / Umongameli lyrics  | ENin English

Paroles de Umongameli

Interprète Zahara

Paroles de la chanson Umongameli par Zahara lyrics officiel

Umongameli est une chanson en Xhosa

Mama ndizomthini lomntana
Ndifun' umenza umongameli
Mama ndizomthini lomntana
Ndifun' umenza umongameli
Mama ndizomthoini lomntana
Ndifun' umenza umongameli

Ndifun' umenza
Ndifn' umenza umongameli
Ndifun' umenza
Ndifn' umenza umongameli
Ndifun' umenza
Ndifn' umenza umongameli

Ndiba ngabheka ngapha kwezikona
Bathi umoshile izolo
Ndibuza lona akabuyanga
Inyanga ziyaphela
Ndiba ngabheka ngapha kwezikona
Umoshile izolo
Bathi akabuyanga inyanga ziyaphela
Yeyi

Ndifun' umenza (Ndifun' umenza)
Ndifn' umenza umongameli (Umongameli nzomenza)
Ndifun' umenza (Ndifun' umenza)
Ndifun' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun' umenza)
Ndifun' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizomthoni lomntana (Ndifun' umenza)
Ndifn' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)

Bathethile bathi ufuzile
Akasoze abento
Bathethile bathi ufuzile
Akasoze abento
Noma bethetha ngaye mna ndifun' umenza
Ndithi noma bengathini ngaye mna ndifun' umenza

Ndifun' umenza (Ndifun' umenza)
Ndifn' umenza umongameli (Umongameli nzomenza)
Ndifun' umenza (Ndifun' umenza)
Ndifun' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun' umenza)
Ndifun' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)
Mama ndizamthoni lomntana (Ndifun' umenza)
Ndifun' umenza umongameli (Umongameli ndomenza)

Ndifun' umenza
Ndifn' umenza umongameli
Ndifun' umenza
Ndifun' umenza umongameli
Ndifun' umenza
Ndifun' umenza umongameli

Ndifun' umenza
Ndifun' umenza umongameli
Ndifun' umenza
Ndifun' umenza
Droits parole : paroles officielles sous licence Lyricfind respectant le droit d'auteur.
Reproduction des paroles interdite sans autorisation.

Commentaires sur les paroles de Umongameli

Nom/Pseudo
Commentaire
Copyright © 2004-2024 NET VADOR - Tous droits réservés. www.paroles-musique.com
Problème de connexion ?
Ouvrir un compte (gratuit)
Sélectionnez dans l'ordre suivant :
1| symbole à droite du cadenas
2| symbole en haut du smiley
3| symbole à gauche de la maison
grid grid grid
grid grid grid
grid grid grid